1 ์•ˆ์— - ๋ฒˆ์—ญํ•˜๋‹ค

Molweni zithandwa Zam ngalemini yangolwesine imini yomama ngamazwi athi yizani kum nonke nina nibulalekayo nisindwayo yimithwalo ndoninika ukuphumla Amen ๐Ÿ™